1. Le setyhula ithatha indawo yesetyhula engunombolo 42/2002 (Ukusetyenziswa kwePolisi yokubekwa mgangathweni mnye kweelwimi)

2. Uvavanyo rhoqo licandelo elisisinyanzelo kuzo zonke izifundo kwikhosi yebanga lematriki (iSetyhula 9/2002) kubo bonke abaviwa abasisigxina.

3. Wokhumbula ukuba ipotfoliyo yolwimi kufuneka ibandakanye nomsebenzi ofundiswe ngonyaka apho umfundi ebesenza khona uGreyidi 11ukusukela ngoJuni.

4. Iipotfoliyo zabafundi ndawonye neezotitshala kufuneka zigcinwe zisemgangathweni.

Qwalasela ukuba amanqaku arekhodishwa ngolu hlobo ukuze uphononongo lolwabiwo- manqaku lucace gca ngokokwahluka kwamaphepha. Unikwa le ngcaciso ilandelayo malunga nokurekhodishwa kwamanqaku kwiilwimi:


IILWIMI ZENKOBE ZASEBURHULUMENTENI: UHLELO OLUPHEZULU NOLUPHAKATHI- ABAVAVANYWA ABASISIGXINA

Amanqaku aya kufakwa kumaphepha amanqaku amaHLANU ohlukeneyo kwiilwimi zenkobe
IPHEPHA 1IPHEPHA 2IPHEPHA 3IPHEPHA 4IPHEPHA 5ITOTALI
Uvavanyo lokuqonda,
Isishwankathelo
& ufundo
ngolwimi
Uncwadi:
(idrama,
inoveli nesihobe)
Ipotfoliyo yovavanyo
rhoqo:
Icandelo A
(Ubhalo
lobugcisa) +
Icandelo B
(Ubhalo olunenjongo
lwezinto zemihla
ngemihla)
I-Orali Ipotfoliyo yovavanyo,
rhoqo: Icandelo C
(Incwadi yesine) +
Icandelo D
(Iimvavanyo) +
Icandelo E
(Iimviwo zokuzilola)
 
UHL.
OLUPHEZ  100
UHL.
OLUPHAK.  75

100

75

(40 + 25) = 65

(25 + 15) = 40

80

70

(15 + 10 + 30)=55

(10 + 10 + 20)=40

400

300


IILWIMI EZONGEZELELWEYO ZASEBURHULUMENTENI: UHLELO OLUPHEZULU NOLUPHAKATHI - ABAVIWA ABASISIGXINA

Amanqaku kwiilwimi ezongezelelweyo aya kufakwa kumaphepha amanqaku amaHLANU ohlukeneyo
IPHEPHA 1IPHEPHA 2IPHEPHA 3IPHEPHA 4IPHEPHA 5ITOTALI
Uvavanyo lokuqonda,
Isishwankathelo &
ufundo ngolwimi
Uncwadi:
*Khetha naziphina
iincwadi ezimbini
kwezi zilandelayo:
(inoveli,
isihobeamabalana/
izincoko, idrama,
uncwadi lwemveli)
Ipotfoliyo
yovavanyo
rhoqo:
Icandelo A
(Ubhalo
lobugcisa) +
Icandelo B
(Imihlathana)
I-Orali Ipotfoliyo
yovavanyo
rhoqo:
Icandelo C
(Iimvavanyo) +
Icandelo D
(Iimviwo
zokuzilola)
 
UHL.
OLUPHEZ  80
UHL.
OLUPHAK.  80

80

80

(30 + 20) = 50

(30 + 20) = 50

60

60

(10 + 20) = 30

(10 + 20) = 30

300

300
*Iincwadi ezimbini ozikhethileyo ziya kuxhomekeka kuluhlu lweencwadi ezalathelwe eli bakala kwiSebe leMfundo leNtshona Koloni.


IILWIMI ZENKOBE ZASEBURHULUMENTENI: UHLELO OLUPHEZULU NOLUPHAKATHI - ABAVIWA BABUCALA

Amanqaku aza kufakwa kumaphepha amanqaku amaTHATHU ohlukeneyo kwiilwimi zenkobe zaseburhulumenteni
IPHEPHA 1IPHEPHA 2IPHEPHA 3 ITOTALI
Uvavanyo lokuqonda,
Isishwankathelo &
ufundo ngolwimi
Uncwadi:
(idrama, inoveli
nesihobe)
Ubhalo lobugcisa +
Ubhalo olunenjongo
lwezinto zemihla
ngemihla +
incwadi yesine
 
UHL. OLUPHEZ  100
UHL. OLUPHAK.  75
100
75
120
80
320 --> 400
230 --> 300


IILWIMI EZONGEZELWELEYO ZASEBURHULUMENTENI: UHLELO OLUPHEZULU NOLUPHAKATHI - ABAVAVANYWA BABUCALA

IPHEPHA 1IPHEPHA 2IPHEPHA 3 ITOTALI
Uvavanyo lokuqonda,
ufundo ngolwimi
Uncwadi:
* Khetha naziphina
iincwadi ezimbini
kwezi zilandelayo:
(inoveli, isihobe,
amabalana,/ izincoko,
idrama, uncwadi
lwemveli)
Icandelo A
(Ubhalo lobugcisa) +
Icandelo B
(Imihlathana) +
(eminye imihlathana)
 
UHL. OLUPHEZ  80
UHL. OLUPHAK.  80
80
80
(40 + 20 + 20) = 80
(40 + 20 + 20) = 80
240 --> 300
240 --> 300
*Iincwadi ezimbini ozikhethileyo ziya kuxhomekeka kuluhlu lweencwadi ezalathelwe eli bakala kwiSebe leMfundo leNtshona Koloni.


ISIXHOSA ULWIMI LWESITHATHU: UHLELO OLUPHEZULU NOLUPHAKATHI - ABAVAVANYWA ABASISIGXINA

IPHEPHA 1IPHEPHA 2IPHEPHA 3 IPHEPHA 4ITOTALI
ICANDELO A:
Ileta, ingxoxo,
isincoko
ICANDELO B:
Ufundo loLwimi
ICANDELO C:
Uncwadi
(Idrama, inoveli)
ICANDELO D:
Uvavanyo lokuqonda
I-ORALI:
Intetho,
elungisiweyo,
ntetho
engalungiswanga,
uvavanyo
lokuqonda
malunga
nokumamela,
Ukufundela
ngaphandle
nencoko
IPOTFOLIYO
YOVAVANYO
RHOQO

Ukubhalwa kwemihlathi
emide/izincoko, Ukubhala
imihlathi emifutshane
ngezinto ezisetyenziswa
imihla ngemihla,
iimvavanyo, limviwo
zokuzilungiselela
 
UHLELO
OLUPHEZULU:  150
UHLELO
OLUPHEZULU:  130

150

70

100

100

100

75

500 --> 400

375 --> 300


ISAYINWE: NGU-P.A. VINJEVOLD
INTLOKO: YESEBE LEMFUNDO
UMHLA: 2003:03:19