1. Le setyhula ithunyelwa kunye nesisiKhokelo esihlaziyiweyo soViwo lweMatriki sesiFundo sokuChwetheza ngeKhompyutha soHlelo oluseZantsi esithatha indawo yesikhokelo esakhutshwa ngo-2002. Kucetyiswa ukuba ulutshabalalise uxwebhu olwakhutshwa ngaphambili ukuthintela ukubhidana kwezinto okunokwenzeka.

2. Kwenziwe iinguqu kwesi sikhokelo seemviwo ezibandakanya nokungeniswa kwezitifi “3½” zabaviwa.

3. Ziyacelwa iinqununu ukuba ziqinisekise ukuba bonke ootitshala abachaphazelekayo bayakwazi okubhalwe kolu xwebhu lufakwe apha nokuba basiphumeza ngendlela eyiyo esi sikhokelo.

4. Ukuba ufuna naluphi na olunye uncedo, nceda qhagamshelana noNks G Schreuder ngale nombolo (021) 467-2576.


ISAYINWE: NGU-P.A. VINJEVOLD
INTLOKO: YESEBE LEMFUNDO
UMHLA: 2003:03:19

revised Examination Guidelines for Senior Certificate Computyping SG  (ubukhulu: 14 KB)