1. Okufakwe ngaphakathi apha yikopi yeSigqibo 5/2003, njengoko saye samkelwa liBhunga leMfundo lezoBudlelane emiSebenzini (Education Labour Relations Council(ELRC), kunye nezinto ezibhaliweyo malunga nalo ezicace gca.
2. Nceda uzise okubhalwe kule setyhula kwingqwalasela yabo bonke ootitshala.

ISAYINWE: NGU-J.H. HURTER
INTLOKO: YESEBE LEMFUNDO
UMHLA: 2003:07:29

COLLECTIVE AGREEMENT NO. 5 OF 2003  (ubukhulu: 28 KB)