ISebe leMfundo leNtshona Koloni licela iintloko zamaziko emfundo ukuba zingenise izaziso zokupapashwa kuLuhlu lokugqibela lweZithuba zango-2003 noluza kupapashwa ngowama-31 Julayi 2003.

Njengoko iifom zopapasho lwezithuba kufuneka zingeniswe kweli Sebe leMfundo ubuncinane kwiveki enye phambi komhla wopapasho, umhla wokuvala ukwamkela iifom zopapasho lwezithuba kolu Luhlu lweZithuba ngowama-23 Julayi 2003.

Kucetyiswa ukuba iifom zopapasho lwezithuba zingeniswe kwakuvela naxa kukho izithuba.


ISAYINWE: NGU-J.H. HURTER
INTLOKO: YESEBE LEMFUNDO
UMHLA: 2003:06:19