1. |
Okuthunyelwa nale setyhula yikopi yesiGqibo 6/2002, njengoko samkelwe liBhunga leMfundo lezoBudlelane emiSebenzini (Education Labour Relations Council), okukwesi sigqibo kuyazichaza yaye kucacile. |
2. |
Nceda wazise bonke ootitshala namalungu ebhunga lolawulo malunga nokubhalwe kule setyhula ngenjongo yokuba bakuthathele ingqalelo, uze ubacele ukuba bakugqiba ukuyifunda bayisayine, baze babhale nomhla ukungqina ukuba bayifundile. |
ISAYINWE: NGU-J.H. HURTER
INTLOKO: YESEBE LEMFUNDO
UMHLA: 2003:06:26
|