1. |
Okuqhotyoshelwe apha yiprogram esenokutshintshwa yeNkomfa yamaBhunga aMele aBafundi eza kubakho ukususela kowama-30 Juni kuye kowesi- 2 Julayi 2003. |
2. |
ABAFUNDI MABEZE KWITHEKO LOKUVULWA KWALE NKOMFA BENXIBE IYUNIFOM YESIKOLO. |
3. |
Ii-EMDC ezisemaphandleni ziya kwaziswa kungekudala ngamalungiselelo ezothutho. |
4. |
Zisenako izikolo ukubhalisela le nkomfa zisebenzise iifom ezimiselweyo ezathunyelwa kuzo ngowe-9 Meyi 2003. (Umrhumo wobhaliso oyi-R100 kuphela kweendleko eziya kuhlawulwa sisikolo.) Ukuba ufumana naziphi na iingxaki ngokumalunga noku, nceda qhagamshelana nalo Ms L Olivier kule nombolo yefoni (021) 467 2625. |
NCEDANI NIQAPHELE UKUBA UMHLA WOKUVALWA KOBHALISO NOKWAMKELWA KWEEDIPHOZITHI NGOWAMA- 20 JUNI 2003.
ISAYINWE: NGU-J.H. HURTER
INTLOKO: YESEBE LEMFUNDO
UMHLA: 2003:06:12
|